Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

APRILI 25, 2016
FUNDA INTO ENTSHA

Ukubukela I-JW Broadcasting KwiAmazon Fire TV nakwiApple TV

Ukubukela I-JW Broadcasting KwiAmazon Fire TV nakwiApple TV

I-JW Broadcasting ikhona kwezi zixhobo zilandelayo:

  • IAmazon Fire TV neFire TV Stick

  • IApple TV (4th generation)

Icandelo loncedo kwi-jw.org linemiyalelo echaza indlela yokufaka nokusebenzisa i-JW Broadcasting kwisixhobo sakho.