Yiya kwinkcazelo

Khumbula Ukufa KukaYesu

Khumbula Ukufa KukaYesu

Nyaka ngamnye, amaNgqina kaYehova akhumbula ukufa kukaYesu ngendlela awathi makwenziwe ngayo. (Luka 22:19, 20) Siyakumema ukuba ube kunye nathi ngesi sihlandlo sibalulekileyo. Uza kufunda indlela ubomi nokufa kukaYesu okunokukunceda ngayo.