Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AmaNgqina KaYehova—Ukwakha Ngokuphumelelayo

AmaNgqina KaYehova—Ukwakha Ngokuphumelelayo

AmaNgqina kaYehova aye azobe, akhe aze agcine iindawo zawo zokunqulela zikwimeko entle ehlabathini lonke. Nakuba beziintlanga ezahlukahlukeneyo aba basebenzi bokuzithandela baye basebenze ngomanyano kweli phulo lenziwa ehlabathini lonke.

Funda Okungakumbi

NGOOBANI ABENZA UKUTHANDA KUKAYEHOVA NAMHLANJE?

IiHolo ZoBukumkani ZamaNgqina KaYehova—Zakhelwa Ntoni Yaye Zakhiwa Njani?

Kutheni iindawo esinqulela kuzo zibizwa ngokuba ziiHolo zoBukumkani? Funda ngakumbi ngendlela ezi zakhiwo ezinceda ngayo amabandla ethu.