AmaNgqina KaYehova andise aza alungisa izakhiwo zawo eziseWallkill, eNew York. Ezi foto zibonisa indlela ohambele phambili ngayo lo msebenzi phakathi kukaNovemba 2014 noNovemba 2015.

Ifoto yesakhiwo saseWallkill ukususela ngo-Oktobha 15, 2015.

  1. ISakhiwo Sokuprinta

  2. ISakhiwo Seeofisi 1

  3. ISakhiwo E Sokuhlala

  4. Indawo Yokutyela

  5. ISakhiwo Sokuhlamba Iimpahla

  6. ISakhiwo Seeofisi 2

  7. ISakhiwo D Sokuhlala