I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Iifoto Zesihlanu ZaseWarwick (Ukususela ngoSeptemba 2015 ukuya kutsho ngoFebruwari 2016)

Umsebenzi ubusenziwa ngaphakathi nangaphandle kweeOfisi/ISakhiwo Sendawo Yokuhlamba Iimpahla, Eyokutyela Nekhitshi ubuquka ukufakwa kwezibane zeLED, iiglasi ekubonwa ngaphaya kwazo, ukulungiswa kwendlela, nokugqunywa kwendlela ekuhanjwa kuyo.

IiHolo ZoBukumkani ZamaNgqina Asisigidi

Ukususela ngo-1999, zingaphezu kwama-5 000 iiHolo zoBukumkani zamaNgqina kaYehova eziye zakhiwa eMexico nakumazwe asixhenxe kuMbindi Merika. Yintoni ebangela ukuba abantu abangengomaNgqina bakulangazelele ukubona iiHolo zoBukumkani kwimimandla yabo?

Iifoto Zesibini ZaseWarwick (Ukususela NgoSeptemba Ukuya Kutsho NgoDisemba 2014)

Umsebenzi wokwakha ikomkhulu elitsha lamaNgqina KaYehova uhambela phambili. Ngesinye isihlandlo, kwakhe kwasebenza izilenge eziyi-13 ngaxeshanye!

Iifoto Zokuqala ZaseWallkill (Ukususela NgoJulayi 2013 Ukuya Kutsho Ngo-Oktobha 2014)

Bona umsebenzi osele wenziwe ukwandisa iofisi yesebe yamaNgqina KaYehova eseWallkill, eNew York, eMerika.

Ulwakhiwo

Kugqitywa IiHolo ZoBukumkani Eziyi-3 000 ENigeria

Kwakukho intlanganiso ekhethekileyo yolwakhiwo lweeHolo zoBukumkani eNigeria.

Iifoto Zokuqala ZaseWarwick (Ukususela NgoMeyi Ukuya Kutsho NgoAgasti 2014)

Jonga inkqubela esele yenziwe eGaraji, kwiiOfisi/iSakhiwo Sendawo Yokuhlamba Iimpahla, Eyokutyela Nekhitshi, kwisakhiwo C nakwisakhiwo D.

IHolo YeNdibano Kwihlathi LeAmazon

Ukuze baye kwiHolo yeNdibano amanye amaNgqina ahamba ngesikhephe iintsuku zide zibe ntathu!

AmaNgqina KaYehova—Ukwakha Ngokuphumelelayo

Abantu bakaYehova abohlulwa yimida yamazwe, indlela abakhuliswe ngayo okanye iilwimi kodwa baqhubeka besakha iiHolo zoBukumkani nezinye izakhiwo ezizisa uzuko kuYehova.

Okwenzekayo EWarwick

AmaNgqina asebenza ngokuzithandela asuka kumazwe ngamazwe akha ikomkhulu lawo.

Ukwakha IiHolo ZoBukumkani Emagqagaleni

Bukela indlela amaqela amahlanu amavolontiya azakha ngayo iiHolo zoBukumkani ezimbini ngeentsuku nje eziyi-28.

Ukukhusela Izilwanyana Zasendle Nendalo EWarwick

AmaNgqina kaYehova sele eqalisile ukwakha ikomkhulu lawo elitsha kumaphandle ephondo laseNew York. Yintoni ayenzayo ukuze akhusele izilwanyana zasendle kunye nendalo?

Sele Kwakhiwe IiHolo ZoBukumkani Eziliwaka, Kodwa Ke Kuseza Kuqhutyekwa

AmaNgqina kaYehova akwiiPhilippines enza imbali xa agqiba ukwakha iHolo yoBukumkani yewaka kwelo.

Ikomkhulu Lehlabathi—Kuqaliswa Umsebenzi Omkhulu

AmaNgqina kaYehova akha ikomkhulu lawo lehlabathi eWarwick, eNew York. Aqinisekile ukuba uYehova uyawakhokela.

Amavolontiya Asebenza Kwisiza EsiseTuxedo

AmaNgqina kaYehova asuka eUnited States nakwamanye amazwe ngamavolontiya akhayo eTuxedo, eNew York. Ngoba?

Okwenzeka EWarwick #1

Umsebenzi uyaqhubeka apho liza kuba khona ikomkhulu lehlabathi lamaNgqina kaYehova eWarwick, eNew York. Bona oko akuthethayo amavolontiya angamaNgqina ngalo msebenzi.

Bacela Umsebenzi Baza Abafuna Ntlawulo

Ngaphezu kweminyaka eyi-28 edluleyo, amaNgqina kaYehova aye akha izakhiwo kumazwe ayi-120, enikela ngobuchule nexesha lawo ngaphandle kokuhlawulwa. Funda okungakumbi ngale nkqubo yokwakha.

Umsebenzi Owenziwa eWallkill NaseWarwick Uhambela Phambili

Umsebenzi omkhulu wamaNgqina kaYehova owenziwa kwezi dolophu zimbini zaseUnited States uhambela phambili ngenxa yokuzibhokoxa kwabantu abasebenza ngokuzithandela abasuka kulo lonke eli lizwe.

Umhloli Wezokhuseleko Uncoma AmaNgqina

EAustralia, amaNgqina kaYehova anconywa ngenxa yokuqiniseka ngokhuseleko xa ayesakha.

Ividiyo: Amalungiselelo Okufudusa IKomkhulu LamaNgqina KaYehova

Bona indawo ekumantla eNew York esiceba ukulifudusela kuyo ikomkhulu lethu.

AmaNgqina KaYehova Afudusa Ikomkhulu Lawo Lehlabathi

Emva kokuba besiseBrooklyn, eNew York, ukususela ngo-1909, kutheni sifudukela kumantla eNew York?