Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Iindaba Ezilungileyo Zifikelela Nakoomatiloshe

Ukuze afikelele oomatiloshe abasoloko besendleni, amaNgqina anelungiselelo lokufundisa oomatiloshe iBhayibhile kumazibuko amakhulu. Oomatiloshe basabela njani?

Ukusa Umyalezo WeBhayibhile Kwiindawo Ezikwanti ZakuMntla

Phezu kwabo nje ubunzima, amaNgqina kaYehova achitha ixesha elininzi kwiindawo ezikwanti enceda abantu abanomdla eBhayibhileni.

Ukubhengeza I-JW.ORG Kwiphulo Lokubhengeza Iincwadi EToronto

AmaNgqina KaYehova anika abantu iincwadi, ababonisa iividiyo nendlela yokusebenzisa i-jw.org. Baye bathini?

Iitroli Zeencwadi Ezingaphezu Kwe-165 000

Nangona ukushumayela kwindlu ngendlu kuseyeyona ndlela iphambili ayisebenzisayo amaNgqina KaYehova ukuze ashumayele, iitroli zeencwadi ziye zanemiphumo emihle ekufikeleleni abantu.

Ukushumayela Esidlangalaleni

AmaNgqina KaYehova Afikelela Inani Labavakalisi Elalibekiwe

Ukususela ngo-Agasti 2014, ayengaphezu kwezigidi ezisibhozo amaNgqina KaYehova. Aye anda kangakanani ukususela kwiMfazwe Yehlabathi I?

Iphulo Lehlabathi Lonke Lokubhengeza I-JW.ORG

AmaNgqina kaYehova ahambisa iphecana ngoAgasti 2014 ukuze abhengeze iwebhsayithi yawo. Yaphumela enini loo nto?

Umboniso WeBhayibhile Owahlukileyo EFransi

Amawaka eendwendwe ezeza kwingqungquthela yango-2014 kumntla weFransi abona umboniso owawubalaselisa umxholo othi “IBhayibhile—Izolo, Namhlanje Nangomso.”

Ukusasaza Isigidimi SeBhayibhile Nge-JW.ORG

AmaNgqina kaYehova asele ekhulile naselula ayayithanda iwebhsayithi yawo. Asasaza isigidimi esikuyo soBukumkani nabantu abaninzi.

Ukushumayela Emaphandleni—EOstreliya

Hamba nentsapho yamaNgqina kaYehova ebudeni beveki emnandi yokushumayela kubantu abahlala emaphandleni aseOstreliya.

Ukushumayela Emagqagaleni—EIreland

Enye intsapho ichaza indlela eye yasondelelana ngayo ngoxa ishumayela emagqagaleni eIreland.

Ukushumayela NgakuMlambo WeXingu

Iqela lamaNgqina lasebenzisa isikhephe esiziimitha eziyi-15 ukuze lishumayele ngoBukumkani bukaThixo kubantu abahlala ngasemlanjeni.

Abathandi Benkululeko Bahlanganisana Kumbhiyozo WeArmada

AmaNgqina kaYehova asebenzisa iinqwelo ezineencwadi zawo ukuze ahambise uncwadi olusekelwe eBhayibhileni simahla, kwiindwendwe eziye kulo mbhiyozo eFransi.

Yiminyaka Engamashumi Asixhenxe ISikolo SaseGiliyadi Siqhuba

NgoFebruwari 1, 1943, iklasi yokuqala yesikolo esikhethekileyo yaqalisa kumntla weNew York. Siye safundisa abashumayeli abaninzi ukuba bafundise abanye ngoThixo.

Kutheni Ufunda IsiBengali?

Kwakutheni ukuze amaNgqina kaYehova ayi-23 aseQueens, eNew York, eU.S.A., afunde indlela yokubhala neyokuthetha isiBengali?

Ividiyo: Lelokubaliswa!

Bona indlela iphulo elikhethekileyo lokushumayela elenziwa eManhattan, eNew York, eliye lanceda ngayo abantu abaninzi ukuba bafumane iincwadi ezithetha ngeBhayibhile.

Kwenziwa Into Entsha EManhattan

Funda ngemigudu esiyenzayo yokufundisa abantu iBhayibhile.