I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ukuphila Ngokumpampatha

Ukuphila Ngokumpampatha

UJames Ryan, oliNgqina LikaYehova, wazalwa esisithulu ibe kamva waba yimfama. Bona isizathu sokuba evakalelwa kukuba njengoko encedwa yintsapho yakhe nabazalwana bakhe, * uye wazuza lukhulu kunoko kumlahlekeleyo.

^ isiqe. 2 Nguye yedwa iNgqina kowabo uJames.