I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Iifoto—Abantwana Bayazithanda Iividiyo

Iifoto—Abantwana Bayazithanda Iividiyo

Iividiyo ezithi, Yiba Ngumhlobo KaYehova, ezineengoma noopopayi uSihle noAvela ziyathandwa kakhulu. Abazali nabantwana babo baye basibhalela bebulela ngezi vidiyo. Nantsi imizekelo yeeleta abasithumelele zona:

  • “Enkosi ngeDVD ethi, ‘Phulaphula, Thobela Uze Usikelelwe.’ Ndiyibukela yonk’ imihla kunye nonodoli wam.”—UZach, ona-5.

  • “Ingoma entsha indenze ndazi ukuba uYehova uyandithanda ibe ufuna ndithandaze nanini na.”—UMikariah, ona-6.

  • “Ndifunde isifundo sokuthobela abazali bam nokuba ndifanele ndicoce. Enkosi ngokusenzela le muvi yabantwana.”—UNicole, ona-8.

  • “Enkosi kakhulu ngale vidiyo. Ibimnandi, ibihlaziya ibe ndiyayithanda.”—UMckenzie, ona-5.

  • “Ndiyazithanda iividiyo ezithi, Yiba Ngumhlobo KaYehova. Ndizibukela yonk’ imihla. UYehova wenze kakuhle ngokunicingisa ukuba nizenze.”—UAva, ona-8.

  • “Ndiyakuthanda ukubukela ezi vidiyo. Ndizama ukufunda zonke iingoma. Ezi vidiyo zindenza ndimthande uYehova.”—UDevon, ona-4.

  • “Ingathi ayisafiki ividiyo elandelayo kaSihle. Niyibambe ngolo hlobo.”—UVance, ona-8.

EOstreliya—UShiloh, ona-6

Isifundo 12: USihle NoAvela Batyelela EBheteli

EOstreliya—USienna, ona-8

Ingoma 106: Ukuba Ngumhlobo KaYehova

EBrazil—UEduardo, ona-10

Isifundo 13: UYehova Uza Kukunceda Ube Nesibindi

EJamani—UMichele, ona-11

Isifundo 10: Yiba Nobubele Uboleke Nabanye

EJamani—UPriscilla, ona-8

Isifundo 11: Xolela Ngesisa

EJapan—UMiku, ona-7

Isifundo 13: UYehova Uza Kukunceda Ube Nesibindi

EJapan—UTomoaki, ona-10

Isifundo 6: Ukuthi Ndiyacela Nokuthi Enkosi

EMexico—USamuel, ona-7

Isifundo 9: “UYehova . . . Wadala Zonke Izinto”

EMerika—UAdriana, ona-6

Ingoma 92: ‘Shumayela ILizwi’

EMerika—UAnthony, ona-11

Isifundo 2: Thobela UYehova

Funda Okungakumbi

Abantwana Bangafunda Njani Ukuthanda UThixo?

Ungayifikelela njani intliziyo yomntwana ngeBhayibhile?

Bafundise Imilinganiselo Yokuziphatha Abantwana Bakho

Ngaba abantwana bakho bayayazi inyani ngesini? Funda ngemilinganiselo ebekwe nguThixo noko unokukufundisa abantwana bakho