Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Banomsebenzi Wokuguqulela “Izibhengezo Ezingcwele ZikaThixo”—Roma 3:2

Banomsebenzi Wokuguqulela “Izibhengezo Ezingcwele ZikaThixo”—Roma 3:2

Inyaniso kaThixo ifumaneka kwiinguqulelo eziliqela zeBhayibhile, ibe zininzi ezisetyenziswe ngamaNgqina kaYehova kule minyaka idlulileyo. Kutheni eye aziguqulelela iBhayibhile yawo ngesiNgesi sale mihla? Injani imiphumo? Bukela le vidiyo ithi, Banomsebenzi Wokuguqulela “Izibhengezo Ezingcwele ZikaThixo”Roma 3:2.

 

Funda Okungakumbi

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Ngaba INguqulelo Yehlabathi Elitsha Ichanile?

Kutheni iNguqulelo Yehlabathi Elitsha yahluke kangaka kwezinye iiBhayibhile?