I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Kusasazwa Iindaba Ezilungileyo Ngeelwimi Zomthonyama EIreland NaseBritani

AmaNgqina kaYehova enza umgudu okhethekileyo wokufikelela abantu abafunda okanye abathetha isiGaelic saseSkotlani, isi-Irish nesiWelsh. Abantu baye basabela njani?

Iifoto—Abantwana Bayazithanda Iividiyo

Bukela oko kuthethwa ngabantwana ngezi vidiyo zeBhayibhile zithi, Yiba Ngumhlobo KaYehova, ezinoopopayi uSihle noAvela.

Iividiyo Ngeelwimi Ezingamakhulu

Ividiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? ifumaneka ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-400, ibe ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-550. Zibukele ngolwimi lwakho.

Ividiyo: Indlela Ezenziwa Ngayo IiBhayibhile EJapan

Bona indlela esinceda ngayo isakhiwo ekuprintwa kuso iiBhayibhile eJapan ukuze abantu abasehlabathini bafumane iiBhayibhile.

Umsebenzi Wethu Wokupapasha

Kusasazwa Iindaba Ezilungileyo Ngeelwimi Zomthonyama EIreland NaseBritani

AmaNgqina kaYehova enza umgudu okhethekileyo wokufikelela abantu abafunda okanye abathetha isiGaelic saseSkotlani, isi-Irish nesiWelsh. Abantu baye basabela njani?

Iifoto—Abantwana Bayazithanda Iividiyo

Bukela oko kuthethwa ngabantwana ngezi vidiyo zeBhayibhile zithi, Yiba Ngumhlobo KaYehova, ezinoopopayi uSihle noAvela.

Iividiyo Ngeelwimi Ezingamakhulu

Ividiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? ifumaneka ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-400, ibe ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-550. Zibukele ngolwimi lwakho.

Ividiyo: Indlela Ezenziwa Ngayo IiBhayibhile EJapan

Bona indlela esinceda ngayo isakhiwo ekuprintwa kuso iiBhayibhile eJapan ukuze abantu abasehlabathini bafumane iiBhayibhile.

Ividiyo: IMboniselo Eyenziwe Lula—Inceda Abantwana EDenmark

Funda indlela enye intsapho yaseDenmark eyisebenzisa ngayo le Mboniselo yenziwe lula.

Ukwenza IBhayibhile Entsha

Bukela indlela eyenziwa ngayo iNguqulelo Yehlabathi Elitsha. Kutheni kuchithwa ixesha, imali, nemigudu kuveliswa le Bhayibhile ehlaziyiweyo?

Umsebenzi Wokuguqulela EMexico NakuMbindi Merika

Kutheni amaNgqina kaYehova eMexico nakuMbindi Merika eguqulela uncwadi ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-60 kuquka isiMaya, isiNahuatl nesiLow German?

Ukunceda Abantu Abangaboniyo BaseAfrika

Abantu abangaboniyo baseMalawi babulela ngeencwadi zabo zeBraille ezibhalwe ngesiChichewa, ulwimi lwabo lweenkobe.

IBhayibhile Eyomeleleyo

INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele ehlaziyiweyo ka-2013 iyabukeka yaye yomelele.

Abaguquleli BeSpanish Bafudukela ESpeyin

Ukususela ngo-1909 uncwadi lweBhayibhile lwamaNgqina kaYehova beluguqulelwa ngeSpanish. Funda okungakumbi ngomsebenzi wabo.

Iividiyo Ezivuyisa Abantwana

AmaNgqina kaYehova enze iividiyo zoopopayi ezifundisa abantwana iindlela zokuziphatha nangoThixo. Uye wayintoni umphumo?

Iminyaka Elikhulu Yomculo Odumisa UThixo

AmaNgqina kaYehova awusebenzise njani umculo kunqulo lwawo?

Banomsebenzi Wokuguqulela “Izibhengezo Ezingcwele ZikaThixo”—Roma 3:2

AmaNgqina kaYehova asebenzise iinguqulelo zeBhayibhile eziliqela kule minyaka idlulileyo. Kutheni eye aziguqulelela iBhayibhile yawo ngesiNgesi sale mihla?

Ilayibrari Efumaneka Lula

I-JW Library yinkqubo efumaneka simahla yokufundisisa iBhayibhile.

Umsebenzi Wokuprinta Owenziwa Ehlabathini—Unceda Abantu Bafunde NgoThixo

AmaNgqina kaYehova anezakhiwo zokuprinta eziyi-15 azisebenzisa ehlabathini lonke, kuzo enza iincwadi ezisekelwe eBhayibhileni ngeelwimi ezingaphezu kwe-700.

Bazokwenza Umculo

Kangangeminyaka engaphezu kweyi-40, iimvumi eziphuma kulo lonke ihlabathi zivuyele ilungelo lokwenza umculo njengabadlali abakhethekileyo beokhestra.

Ngoku I-jw.org Ifumaneka Ngeelwimi Ezingaphezu Kweziyi-300!

AmaNgqina kaYehova awasasaza njani amacebiso asuka eBhayibhileni ngeelwimi ezininzi kangaka? Ziqhuba njani ezinye iiwebhsayithi ezidumileyo?

Incwadana Efundisa Ngemifanekiso Efumaneka Ngeelwimi Ezininzi

Incwadana ethi, Listen to God iye yanceda abantu abaninzi ehlabathini lonke bamazi uThixo nesigidimi sakhe esiseBhayibhileni. Funda ngoko baye bakuthetha ngale ncwadana inemibalabala.

IMboniselo YesiGreenlandic Inconywa KwiTV

NgoJanuwari 2013, ijelo leendaba laseGreenland lazisa ukuba iMboniselo yesiGreenlandic ineminyaka eyi-40 ipapashwa.

Ividiyo: The Simplified Edition of The Watchtower—Helping to Teach Children

Bona indlela intsapho eyisebenzisa ngayo iMboniselo yesiNgesi esenziwe lula ukuze incede abantwana bafunde ngoThixo.

Ividiyo: “Without It, I Would Feel Lost”

Yiva ibali lendoda eyimfama, eye yafumana iBhayibhile ngeBraille

Ividiyo: “I Thank Jehovah For Helping Me”

Funda ukuba iMboniselo yesiNgesi esenziwe lula yayinceda njani enye indoda yasondela kuYehova uThixo.

Umatshini Onamavili Ayi-400

Bona indlela umatshini wokuprinta owaphuculwa ngayo ukuze usike, upakishe uze ubale uncwadi lweBhayibhile.

Ukunceda Abafundi Ngokusebenzisa Imifanekiso

Iimpapasho ezininzi zamaNgqina kaYehova zinemifanekiso emibalabala etyebisa oko kubhalwe kuzo, kodwa kwakungasoloko kunjalo.

Anika Abantu IiBhayibhile Ngolwimi Lwabo

Nabani na ofuna ukufunda iNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele uyifumana ngaphandle kwentlawulo.

Ividiyo: “Nantsi Indlela”

Mamela ingoma esekelwe kwiivesi zeLizwi likaThixo njengoko iculwa ngeelwimi ezisibhozo.

Ngoku Incwadi YeGenesis Iyafumaneka NgeNtetho Yezandla YaseMerika

Incwadi yeBhayibhile yeGenesis yeNtetho Yezandla YaseMerika iyafumaneka!

Umsebenzi Owenziwa Ehlabathini Wokuvelisa IiBhayibhile Ezinoqweqwe Oluqinileyo Uyenziwa NaseJapan

Kufakelwe umatshini omtsha kwisakhiwo sokuprinta samaNgqina kaYehova eJapan. Funda okungakumbi ngalo matshini uzidibanisela iincwadi.

Umculo Ngeelwimi ezininzi

Funda ngeengxaki eziye zakho xa bekuguqulelwa amazwi eengoma kwiilwimi ezininzi.

Amaphepha Ambalwa, Iilwimi Ezininzi

Ukususela ngoJanuwari 2013, IMboniselo noVukani! ziza kuba namaphepha ambalwa. Ngoba?

Ividiyo: IMboniselo—Ukususela Ngo-1879

Funda indlela elona phephancwadi lisasazwa kakhulu ehlabathini lonke eliye latshintsha ngayo inkangeleko ukutyhubela iminyaka.

IBhayibhile Emalunga Neemitha Ezimbini

Khawubone ukuba iiBhayibhile zeBraille ziguqulelwa njani ngeelwimi ezininzi.

IMboniselo—Alikho Elinye Iphephancwadi Elifikayo Kweli

Sipapasha size sisasaze IMboniselo ngeelwimi ezingaphezu kwe-190 ehlabathini lonke. Kuthekani ngezinye iimpapasho?

IMboniselo Eyenziwe Lula

IMboniselo yesiNgesi eyenziwe lula sayiqalisa ngowama-2011. Khawuve indlela abangenelwa ngayo abo bayifundayo ehlabathini lonke.