I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Khusela Abantwana Bakho

Khusela Abantwana Bakho

Le vidiyo yenziwa ngamaNgqina kaYehova ngo-2002 ngesiNgesi nangeSpanish, yaye ibonisa indlela abazali abaye bancedakala ngayo ekukhuseleni abantwana kubantu abafuna ukubaxhaphaza ngokwesondo.

Funda Okungakumbi

Ukunceda Abantwana Bayisebenzise Kakuhle I-Intanethi

Kunokuba ube ngqongqo kwimithetho oyimisela umntwana wakho, menze akuqonde ukubaluleka kokuba aziphathe kakuhle.