I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Umboniso WeBhayibhile Okhethekileyo

Umboniso WeBhayibhile Okhethekileyo

Bukela ibali lalo mboniso okwikomkhulu lehlabathi obonisa imbali yegama likaThixo eliseBhayibhileni.

Funda Okungakumbi

Ngaba UThixo Unalo Igama?

UThixo unezibizo ezininzi, ezinye zazo nguSomandla, uMdali nesithi Nkosi. Kodwa igama likaThixo lisetyenziswa ngaphezu kwezihlandlo eziyi-7 000 eBhayibhileni.

Izinto Ezenza Kube Nzima Ukumazi Ngegama UThixo

Khawufunde ukuba ngubani ofuna ungalazi ukuze unandiphe ulwalamano oluhle noThixo.

Eli Lilifa Lethu Lokomoya

Yomeleza indlela olixabisa ngayo ilifa lethu lokomoya ngokuphinda ufunde oko uYehova akwenzele uluntu nabantu bakhe.