I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

KwiiPhilippines

186 Roosevelt Ave

San Francisco del Monte

1105 QUEZON CITY

PHILIPPINES

+63 2-372-3745

+63 2-411-6090

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m., nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iMboniselo ngeelwimi ezisixhenxe zakwiiPhilippines. Kwenziwa neempapasho ezirekhodiweyo kunye neevidiyo ngeelwimi ezisibhozo. Kuthunyelwe iimpapasho kumabandla angaphezu kwama-3 000.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.