Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

IDominican Republic

Autopista San Isidro #100

(Al lado de Coral Mall, Frente a Savica)

SANTO DOMINGO ESTE

DOMINICAN REPUBLIC

+1 809-595-4007

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina kaYehova wokufundisa iBhayibhile kwiDominican Republic. Kuboniswa imbali yamaNgqina kaYehova kweli lizwe.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.