I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EZimbabwe

Plot 14 of Good Hope

Beema Road

Mount Hampden

HARARE

ZIMBABWE

+263 4-2910591

+263 712-604892

+263 772-472403

+263 772-472404

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina kaYehova aseZimbabwe angaphezu kwe-39 000. Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngeelwimi ezininzi eziquka isiShona, isiNdebele, neNtetho Yezandla yaseZimbabwe.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.