I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EUkraine

Lvivska Street 64

Briukhovychi

79491 LVIV

UKRAINE

+38 032-240-9200

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wamabandla angaphezu kwangama-1 700 amaNgqina kaYehova kunye nolwakhiwo lweeHolo zoBukumkani owenziwa eUkraine. Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiUkraine.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.