Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ETaiwan

Watch Tower Bible and Tract Society

3-12, Shetze Village

HSINWU 32746

TAIWAN

+886 3-477-7999

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kwenziwa iimpapasho ezirekhodiweyo ngesiTshayina sesiMandarin. Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngeNtetho Yezandla yaseTaiwan.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.