Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ETahiti

P.K. 2,7 Cote mer

Toahotu

Taiarapu Ouest

TARAVAO TAHITI

FRENCH POLYNESIA

+689 54-70-00

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemzuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiTahiti. Kwalathiswa umsebenzi owenziwa ngamaNgqina kaYehova kwiziqithi eziphantse zilingane neNtshona yeYurophu.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.