Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ESuriname

Garnizoenspad 239

DISTRICT WANICA

SURINAME

+597 328054

+597 328049

+597 328021

+597 328019

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha imizuzu engama-45

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi owenziwa ngamaNgqina kaYehova aseSuriname. Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngeelwimi ezintlanu, kuquka iNtetho Yezandla yaseSuriname. Kwenziwa neempapasho ezirekhodiweyo ngeelwimi eziliqela.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.