Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ESpain

Testigos Cristianos de Jehová

Ctra. M-108 Torrejón-Ajalvir, km. 5

28864 AJALVIR (MADRID)

SPAIN

+34 918-879-700

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:30 a.m. ukusa ku-12:00 p.m. ngo-2:30 p.m. ukusa ku-4:30 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngeSpanish, ngeNtetho Yezandla yaseSpain, isiCatalan nesiValencia. Ukhenketho lweli sebe luquka imbali yamaNgqina kaYehova aseSpeyin.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.