I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ESierra Leone

133 Wilkinson Road

FREETOWN

SIERRA LEONE

+232 76-679-072

+232 77-850-790

+232 76-679-075

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-9:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-2:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngeelwimi ezintathu zasekuhlaleni: isiKrio, isiKisi, nesiMende.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.