I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ESerbia

Tos̆in bunar 58-60

11080 Beograd (Zemun)

SERBIA

+381 11-2196-224

+381 11-2197-109

+381 11-2615-930

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi owenziwa ngamaNgqina kaYehova aseSerbia naseMontenegro. Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiSerbia nangeNtetho Yezandla yaseSerbia.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.