Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EPortugal

Rua Conde Barão, 511

P-2649-513 ALCABIDECHE

PORTUGAL

+351 214-690-600

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:30 a.m. ukusa ku-11:30 a.m., nango-1:30 p.m. ukusa ku-4:30 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuthunyelwa iimpapasho kumabandla angaphezu kwama-700 asePortugal, eAzores, eMadeira, eCape Verde, eSão Tomé & Príncipe. Kwenziwa iimpapasho ezirekhodiweyo nezevidiyo ngesiPhuthukezi saseYurophu nangeNtetho Yezandla yasePortugal.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.