I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EPeru

Jirón El Cortijo 329

Monterrico Chico. Santiago de Surco

LIMA 33

PERU

+51 1-437-1285

+51 1-434-1474

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 a.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiQuechua (isiAncash), isiQuechua (isiAyacucho), isiQuechua (isiCuzco), isiShipibo-Conibo, isiAwajun, kunye neNtetho Yezandla yasePeru.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.