Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EParaguay

Asociación Torre de Vigía de Biblias y Tratados

San Roque González 234

Ruta 1, Km. 17

B° 25 de Mayo

PY - 2560 CAPIATA

EPARAGUAY

+595-21-578-698

Unokukhenketha

NgoMvulo Ukuya Kutsho NgoLwesihlanu

Ngo-9:00 kusasa, ngo-10:30 kusasa, ngo-2:30 emva kwemini nango-4:​00 emva kwemini

Ithatha iyure enemizuzu eli-15

Umsebenzi Ophambili

Ivelela umsebenzi wamaNgqina kaYehova eParaguay. Kuguqulelwa iincwadi ezisekelwe eBhayibhileni neemagazini zesiGuarani neNtetho Yezandla YesiParaguay ibe kurekhodwa amazwi kuze kwenziwe iividiyo.

Dawunlowuda incwadana yokukhenketha eBheteli.