I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EOstreliya

12-14 Zouch Road

DENHAM COURT NSW 2565

AUSTRALIA

+61 2-9829-5600

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-10:00 a.m. ukusa ku-12:00 p.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-3:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-2

Ezona zinto ziboniswayo

Kuprintwa kuze kuthunyelwe amaphephancwadi angaphezu kwezigidi ezili-18 ngeelwimi ezingaphezu kwama-55 kwimimandla yePasifiki.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.