I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ENetherlands

Wachttoren Bijbel-en Traktaatgenootschap

Noordbargerstraat 77

NL-7812 AA EMMEN

NETHERLANDS

+31 591-683555

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ngo-11:00 a.m., ngo-1:00 p.m. ukusa ngo-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiDatshi. Kwenziwa iimpapasho zeBraille ngeelwimi ezili-12. Kwenziwa neempapasho ezirekhodiweyo nezevidiyo ngeelwimi ezininzi.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.