I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EMzantsi Afrika

1 Robert Broom Drive East

Rangeview

KRUGERSDORP

1739

SOUTH AFRICA

+27 11-761-1000

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-7:45 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-2

Ezona zinto ziboniswayo

Kuprintwa iincwadi, iimagazini, iincwadana namaphecana ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-130 aze athunyelwe kumabandla angaphezu kwayi-15 000 kumazwe ayi-20. Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngeelwimi eziyi-23. Kuxhaswa ukwakhiwa kweeHolo ZoBukumkani ezikumazwe ayi-42.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.