I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EMyanmar

94-B Inya Rd

YANGON

MYANMAR

+95 1-511035

+95 1-512699

+95 1-535663

+95 1-513176

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m., ngo-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiMyanmar, isiChin (isiHakha), isiKayin (isiSgaw), kunye nezinye iilwimi ezili-13. Nyaka ngamnye kuthunyelwa iitoni ezingama-81 zeempapasho kumabandla namaqela aseMyanmar.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.