I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EMozambique

Rua da Micaia No. 160

Bairro Triunfo

Costa do Sol

MAPUTO

MOZAMBIQUE

+258 21-450-500

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 p.m., nango-1:00 p.m. ukusa ku-3:30 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wokuguqulela iincwadi zeBhayibhile ngeelwimi eziliqela. Ukhenketho lweli sebe luquka imbali yamaNgqina kaYehova aseMozambique.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.