I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EMoldova

Str Gr Ureche 75

MD-2005 CHISINAU

REPUBLIC OF MOLDOVA

+373 22-22-86-26

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ngo-11:00 a.m., nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi owenziwa ngamaNgqina kaYehova angaphezu kwama-20 000. Kuthunyelwe iitoni zeempapasho ezili-16 nyanga nganye kumabandla amalunga nama-250 aseMoldova.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.