Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EMalawi

Plot 38, Area 32

Paul Kagame Road

LILONGWE

MALAWI

+265 1-762-111

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m., nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngeelwimi ezine zalapha. Kwalathiswe nomsebenzi wamabandla angama-1 300 aseMalawi.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.