I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EMadagascar

Vavolombelon’i Jehovah

Lot 1207 MC

Mandrosoa

105 IVATO

MADAGASCAR

+261 2022-44837

+261 3302-44837 (Mobile)

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-7:30 a.m. ukusa ku-11:00 a.m., ngo-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiMalagasy, isiTankarana, isiTandroy, nesiVezo. Kwenziwa iimpapasho ezirekhodiweyo ngesiMalagasy. Kwalathiswa umsebenzi wamabandla amalunga nama-600. Kuthunyelwe iincwadi neencwadana ezingaphezu kwama-270 000 kunye namaphephancwadi angaphezu kwama-600 000 nyanga nganye.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.