Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EItali

Congregazione Cristiana Dei Testimoni di Geova

Via della Bufalotta 1281

I-00138 ROME RM

ITALY

+39 06-872941

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ngo-10:30 a.m., nango-1:00 p.m. ukusa ku-3:30 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesi-Itali nangeNtetho Yezandla yaseItali. Kwenziwa iimpapasho ezirekhodiweyo. Yalathisa umsebenzi wamabandla namaqela angaphezu kwama-3 000 eItali nakumanye amazwe.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.