I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EIndiya

927/1 Addevishwanathapura

Rajanukunte

Yelahanka

BANGALORE-KAR 560 064

INDIA

+91 98-4547-6425

+91 98-4534-8815

+91 96-8611-4293

+91 80-2846-8072

+91 80-2846-8073

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m., ngo-11:00 a.m., nge-1:00 p.m. nango-3:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngeelwimi ezili-18 zaseIndiya, kuprintwe iimpapasho ngeelwimi ezingama-24, zize zithunyelwe eIndiya nakwamanye amazwe asithoba.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.