I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EHungary

BUDAPEST

Kövirózsa u. 1.

H-1163

HUNGARY

+361 401-1100

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-9:00 a.m. ukusa ku-10:30 a.m. nango-2:00 p.m. ukusa ku-3:30 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu eli-15

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wamabandla angaphezu kwama-280 aseHungary yaye kuxhaswa amabandla aseSlovakia naseUkraine athetha isiHungary. Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiHungary nesiLovári. Kwenziwa iimpapasho ezirekhodiweyo ngesiHungary neevidiyo ngeNtetho Yezandla yaseHungary.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.