Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EGeorgia

Aerodromis Dasahleba 13th Street, No. 10

TBILISI, 0182

GEORGIA

+995 32-276-23-59

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:30 a.m. ukusa ku-10:30 a.m. nango-1:30 p.m. ukusa ku-3:30 p.m.

Kuthabatha imizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiAzerbaijani, isiGeorgia, nangesiKurdish Cyrillic. Kwangezi lwimi kwenziwa iimpapasho ezirekhodiweyo neevidiyo.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.