I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EFransi

2 rue Saint-Hildevert

27400 LOUVIERS

FRANCE

+33 2-32-25-55-55

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-9:30 a.m. nango-2:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-3

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngeelwimi eziliqela. Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina kaYehova eFransi nakwimimandla ephesheya kolwandle ethetha isiFrentshi (EFrench Guiana, Guadeloupe, eMartinique, eMayotte, eRéunion, eSt Pierre naseMiquelon).

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.