Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EFinland

Puutarhatie 60

FI-01300 VANTAA

FINLAND

+358 9-825-885

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Nyaka ngamnye kuprintwa amaphephancwadi, iincwadana namaphecana azizigidi ezingama-30, ngeelwimi ezingaphezu kwe-100. Kuthunyelwa iitoni ezili-127 zeencwadi nezinye izinto nyaka ngamnye eRashiya nakumazwe eBaltic.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.