I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EDenmark

Stenhusvej 28

DK-4300 HOLBAEK

DENMARK

+45 59-45-60-00

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-9:00 a.m., ngo-10:30 a.m., ngo-1:30 p.m. neye-3:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Iofisi yeSebe yaseScandinavia yalathisa umsebenzi wamaNgqina kaYehova angaphezulu kwe-50?000 aseDenmark, kwiFaeroe Islands, eGreenland, eIceland, eNorway naseSweden. Ikwalathisa umsebenzi wokuguqulelwa koncwadi lweBhayibhile kwiilwimi ezintandathu ezithethwa apho kunye neelwimi ezintathu zentetho yezandla. Kwakhona yalathisa ukuveliswa kwenkcazelo erekhodiweyo neevidiyo ngeelwimi eziliqela.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.