Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ECuba

Ave. 15 #4608 e/ 46 y 48

PLAYA, LA HABANA

CUBA

+53 7 204 7598

+53 7 204 1026

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-9:00 a.m. ukusa ku-11:⁠00 a.m. nango-2:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezisekelwe eBhayibhileni ngoLwimi Lwezandla LwaseCuba. Ijongene nomsebenzi wamaNgqina KaYehova ayi-95 843 aseCuba.