Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisi noomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ECroatia

Štrokinec 28

HR-10090 ZAGREB-SUSEDGRAD

CROATIA

+385 1-37-95-001

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ngo-4:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-2

Ezona zinto ziboniswayo

Isebe lalathisa umsebenzi wamabandla angaphezu kwayi-60 aseCroatia amaNgqina kaYehova namalunga nayi-15 aseBosnia naseHerzegovna. Eli sebe liguqulela uncwadi lweBhayibhile ngesiBosnia, ngesiCroatia nangeNtetho Yezandla yaseCroatia.Xa ukhenketha uye uve nangembali yamaNgqina kaYehova endawo ekwakusithiwa yiYugoslavia ubone nomboniso wendlela umculo onendima ngayo ekudumiseni uYehova.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.