I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

ECameroon

Les Témoins de Jéhovah du Cameroun

Ancienne Route SONEL

Bonamikano, Bonabéri,

DOUALA

CAMEROON

+237 3339-0250

+237 3339-2101

Ukukhenketha eBheteli

NgoLwesithathu nangoLwesihlanu

Ngo-2:00 p.m. ukusa ku-4:30 p.m.

Kuthabatha imizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina KaYehova angaphezu kwama-40 000 aseCameroon, eGabon nase-Equatorial Guinea. Kuthunyelwa noncwadi kumazwe amahlanu aseAfrika.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.