I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EBurundi

Les Témoins de Jéhovah

Uprona Boulevard

Corner of Muyinga Ave., Rohero II

BUJUMBURA

BURUNDI

+257 2224-1110

+257 2224-5564

+257 2224-8112

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Ukuguqulelwa kweencwadi ezithetha ngeBhayibhile nokwenziwa kweempapasho ezirekhodiweyo ngesiKirundi zize zithunyelwe kumabandla namaqela angaphezu kwama-280.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.