I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EArgentina

Roseti 1084

C1427BVV CDAD. AUT. DE BUENOS AIRES

ARGENTINA

+54 11-3220-5900

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:30 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa kweencwadi ezithetha ngeBhayibhile ngeNtetho Yezandla yaseArgentina nangeelwimi ezine zomthonyama. Ukuprintwa kwamaphephancwadi, iincwadana ezinemifanekiso, amaphecana nezinye izinto eziprintelwa iArgentina, iUruguay neChile.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.