I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EAlbania

Autostrada Tiranë – Durrës, Km 1

Mëzez

TIRANË

ALBANIA

+355 42-407-255

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiAlbania neNtetho Yezandla yaseAlbania zize zithunyelwe kumabandla aseAlbania nawaseKosovo ngeelwimi ezahlukeneyo.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.