I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

E-Ethiopia

Jehovah’s Witnesses, Yeka sub-city, Wereda 12;

House 161 on Kotebe Road; 1 km past

Kotebe College for Teachers Education

ADDIS ABABA

ETHIOPIA

 +251 11-660 3611

+251 91-121-3489 (Mobile)

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:20 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngeelwimi ezintlanu zase-Ethiopia. Yalathisa umsebenzi wokufundisa iBhayibhile kuloo mmandla nakwamanye amazwe. Ikwalathisa nomsebenzi wokwakhiwa kweeHolo zoBukumkani.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.