I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Inkcazelo Ngokukhenketha Neeofisi Zethu

Siyakumema ukuba uze kubona iiofisinoomatshini bethu bokuprinta. Fumana iadresi namaxesha okukhenketha.

 

EKhanada

13893 Highway 7

GEORGETOWN, ON L7G 4S4

CANADA

+1 905-873-4100

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-10:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-3:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-2

Ezona zinto ziboniswayo

Nyaka ngamnye kuprintwa amaphephancwadi angaphezu kwezigidi ezingama-255, kuze kuthunyelwe iitoni ezingaphezulu kweziyi-6 000 ngeelwimi eziphantse zibe yi-300.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.