I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Iindibano Zezizwe Ngezizwe Zika-2014—AmaNgqina KaYehova Afuna Kuqala UBukumkani BukaThixo

Iindibano Zezizwe Ngezizwe Zika-2014—AmaNgqina KaYehova Afuna Kuqala UBukumkani BukaThixo

Ngaba uBukumkani BukaThixo obuchazwa eBhayibhileni bubalulekile namhlanje? Bukela njengoko abazalwana abasehlabathini lonke bedibene ukuze bafunde ngoBukumkani baze bangqine indlela obunamandla ngayo.

Funda Okungakumbi

Ngabantu Abanjani AmaNgqina KaYehova?

Mangaphi amaNgqina kaYehova owaziyo? Yintoni kanye kanye oyaziyo ngathi?

Kutheni AmaNgina KaYehova Esiya KwiiNdibano Ezinkulu?

Nyaka ngamnye, siba neendibano ezintathu ezikhethekileyo. Ungangenelwa njani kuzo?

Buyintoni UBukumkani BukaThixo?

Funda isizathu sokuba uBukumkani bukaThixo bugqwesile kunabanye oorhulumente.