I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ngaba Ninabefundisi Abahlawulwayo?

Ngaba Ninabefundisi Abahlawulwayo?

Ekubeni exelisa amaKristu enkulungwane yokuqala, amaNgqina kaYehova awanabo abefundisi. Onke amalungu abhaptiziweyo amiselwe njengabalugiseleli yaye ayashumayela aze afundise. AmaNgqina ahlulahlulwa abe ngamabandla anamalungu amalunga ne-100. Amadoda aqolileyo akhonza ‘njengamadoda amakhulu,’ okanye abadala. (Tito 1:5) Akahlawulwa ngalo msebenzi awenzayo.

 

Funda Okungakumbi

Uxhaswa Njani Ngemali Umsebenzi WamaNgqina KaYehova?

Funda ngendlela okhula ngayo umsebenzi wokushumayela owenziwa ehlabathini noxhaswa ngemali ngaphandle kwenkongozelo nezishumi.

Abadala Bawanceda Njani Amabandla AmaNgqina KaYehova?

Abadala ngamadoda aqolileyo ngokomoya akhokhela ibandla. Luluphi uncedo abalunikelayo?